Unehemiya 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenyanga uNisan kunyaka wamashumi amabini kakumkani uAtashasta, ngethuba lokunikwa kwakhe iwayini, ndayithatha iwayini leyo ndamnika. Ukumkani wayengazange andibone ndilusizi ngaphambili,

Unehemiya 2

Unehemiya 2:1-10