Unehemiya 13:24 Ibhayibhile (XHO96)

Isiqingatha sabantwana babo sasithetha ulwimi lwaseAshdode okanye olunye lweelwimi zeentlanga, sona isiJuda bengakwazi kusithetha.

Unehemiya 13

Unehemiya 13:14-31