Unehemiya 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

Amadoda aseTire awayehlala eJerusalem ayesiza neentlanzi nazo zonke izinto ezithengiswayo ezithengisa kubantu bakwaJuda apho eJerusalem ngoMhla wokuPhumla.

Unehemiya 13

Unehemiya 13:10-22