Unehemiya 13:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ndafumanisa ukuba izabelo zabaLevi abasazinikwa, kuba bona kunye neemvumi ezilungiselelayo, xa bebonke babebuyele emasimini abo.

Unehemiya 13

Unehemiya 13:2-12