Unehemiya 12:31 Ibhayibhile (XHO96)

Iinkokheli zakwaJuda ndazidibanisa phezu kodonga. Ndamisela neekwayala ezinkulu zambini, zatsho ngemibongo. Enye yaqabela phezu kodonga, yajonga ngasekunene ekuyeni kwiSango lobuLongwe.

Unehemiya 12

Unehemiya 12:21-41