Unehemiya 12:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku iinkulu zemizi yabaLevi ngemihla kaEliyashibhi, kaJoyada, kaJohanan, noYaduwa kunye nezababingeleli zabhaliswa ngexesha lolawulo lukakumkani uDariyo wasePeshiya.

Unehemiya 12

Unehemiya 12:20-25