Unehemiya 11:24 Ibhayibhile (XHO96)

UPetaniya unyana kaMeshezabheli, omnye wenzala kaZera unyana kaJuda, wayesisandla sikakumkani kuyo yonke imicimbi emayela noluntu.

Unehemiya 11

Unehemiya 11:22-31