Unehemiya 11:17 Ibhayibhile (XHO96)

uMataniya unyana kaMika, kaZabbedi, ka-Asafu, umbhexeshi kwezokubulela nezokuthandaza; uBhakebhukiya owayelisekela kumahlakani akhe; noAbheda unyana kaShamuwa, kaGalali, kaYedutun.

Unehemiya 11

Unehemiya 11:16-23