Unehemiya 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

namahlakani abo awayeqhuba umsebenzi wendlu kaThixo bengamadoda angamakhulu asibhozo anamashumi amabini anambini; uAdaya unyana kaJeroham, kaPelaliya, ka-Amzi, kaZakariya, kaPashure, kaMalekiya,

Unehemiya 11

Unehemiya 11:11-22