Unehemiya 10:9-17 Ibhayibhile (XHO96)

9. abaLevi:uYeshuwa unyana ka-Azaniya, uBhinuwi koonyana bakaHenadadi, noKademiyeli,

10. namawabo uShebhaniya noHodiya noKelita noPelaya noHanan,

11. uMika noRehobhi noHashabhiya,

12. uZakure noSherebhiya noShebhaniya,

13. uHodiya noBhani noBheninu;

14. iinkokheli zabantu:uParoshe noPahati-mowabhi noElam noZatu noBhani,

15. uBhuni noAzegadi noBhebhayi,

16. uAdoniya noBhigwayi noAdin,

17. uAtere noHezekiya na-Azure,

Unehemiya 10