Unehemiya 10:7-14 Ibhayibhile (XHO96)

7. uMeshulam noAbhiya noMiyamin,

8. uMaziya noBhilegayi noShemaya;

9. abaLevi:uYeshuwa unyana ka-Azaniya, uBhinuwi koonyana bakaHenadadi, noKademiyeli,

10. namawabo uShebhaniya noHodiya noKelita noPelaya noHanan,

11. uMika noRehobhi noHashabhiya,

12. uZakure noSherebhiya noShebhaniya,

13. uHodiya noBhani noBheninu;

14. iinkokheli zabantu:uParoshe noPahati-mowabhi noElam noZatu noBhani,

Unehemiya 10