Unehemiya 10:16-29 Ibhayibhile (XHO96)

16. uAdoniya noBhigwayi noAdin,

17. uAtere noHezekiya na-Azure,

18. uHodiya noHashum noBhezayi,

19. uHarifi noAnatoti noNebhayi,

20. uMagepiyashe noMeshulam noHezire,

21. uMeshezabheli noZadoki noYaduwa,

22. uPelatiya noHanan noAnaya,

23. uHosheya noHananiya noHashubhi,

24. uHaloheshe noPileya noShobheki,

25. uRehum noHashabhena noMaseya,

26. uAhiya noHanan noAnan,

27. uMaluki noHarim noBhana.

28. Xa bebonke ke abantu, ababingeleli, abaLevi, abalindi-masango, iimvumi, izicaka zendlu kaThixo, nabo bonke abazahluleyo kwiintlanga ezingabamelwana, loo nto beyenza ngenxa yomthetho kaThixo, bekunye nabafazi babo nabo bonke oonyana neentombi zabo, abo sebeqabuke ingqondo,

29. bonke ke aba ngoku bazibandakanya namawabo azizikhulu, bazibophelela ngeshwangusha kunye nesifungo sokuthobela umthetho kaThixo awawukhupha ngesicaka sakhe uMosis, imiyalelo, imiqathango, nemimiselo yeNkosi yethu *uNdikhoyo.

Unehemiya 10