Unehemiya 10:1-10 Ibhayibhile (XHO96)

1. Owokuqala ukusayina isivumelwano ibingumlawuli uNehemiya unyana kaHakaliya, emva koko yaba nguZedekiya.

2. Basayina ke naba: ababingeleli:uSeraya noAzariya noJeremiya,

3. uPashure noAmariya noMalekiya,

4. uHatushe noShebhaniya noMaluki,

5. uHarim noMeremoti no-Obhadiya,

6. uDaniyeli noGineton noBharuki,

7. uMeshulam noAbhiya noMiyamin,

8. uMaziya noBhilegayi noShemaya;

9. abaLevi:uYeshuwa unyana ka-Azaniya, uBhinuwi koonyana bakaHenadadi, noKademiyeli,

10. namawabo uShebhaniya noHodiya noKelita noPelaya noHanan,

Unehemiya 10