Unehemiya 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

kwafika uHanani omnye kumawethu, evela kwelakwaJuda namanye amadoda. Ndabancina ngemibuzo, ndifuna ukuqonda ngemeko yamaJuda abhungcileyo ekuthinjweni, nangobume beJerusalem.

Unehemiya 1

Unehemiya 1:1-11