Uncuthu Lwengoma 6:12-13 Ibhayibhile (XHO96)

12. Ndithe ndingaqondi ndazibhaqasengathi ndilitshawe lamatshawe,ndiphethe iinqwelo zokulwa zabantu bakowethu.

13. Buya, buya, mShulemikazi!Buya, buya, ukuze sikubone!Nobona ntoni na kakade kumShulemikazilo gama angqungqayo phakathi kwemikhosi?

Uncuthu Lwengoma 6