1. Nzwakazindini etshatsheleyo,siye ngaphi isithandwa sakho?Ngaba sibhekise ngaphi,khon' ukuze nathi sikufunise?
2. Simke saya emyezweni waso,apho kutyalwe iziqholo khona.Sizalusele khona emyezweni,kananjalo siqokelela iinyibiba.
3. Isithandwa sam sesam, nam ndingowaso;salusela phakathi kweenyibiba.