Unahum 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Nanku umlomo kaNdikhoyo onamandla onke:“Uyabona, ndikuchasile.Iinqwelo zakho zokulwa ndozifaka umlilo;iingonyama zakho eziselula zodliwa likrele.Ndoliphelisa ehlabathini ixhoba lakho;ilizwi lezigidimi zakho soze libuye livakale.”

Unahum 2

Unahum 2:3-13