Ngubani onokumelana nengqumbo yakhe,ingubani onokujongana nomsindo wakhe ovuthayo?Ingqumbo yakhe iphokoka njengomlilo;phambi kwakhe namawa ayaqhaqheka.