Unahum 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Umsindo kaNdikhoyo uza kade,kodwa ke yena ngumandla-makhulu.Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;amafu luthuli lweenyawo zakhe.

Unahum 1

Unahum 1:1-11