Umsebenzi Wabathunywa 9:39 Ibhayibhile (XHO96)

Akalibazisanga uPetros; wahamba nawo kwangoko. Akufika khona, wasiwa egumbini elo liphezulu, waphahlwa libubu labahlolokazi ababelila, bembonisa iingubo kwaneempahla awayezenza uBhadikaziNqesiGrike “uDorkas” esaphilile.

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:37-42