Umsebenzi Wabathunywa 9:37 Ibhayibhile (XHO96)

Ngeli xesha wagula, wasweleka. Bawuhlamba umzimba wakhe, bawubeka egumbini elikumgangatho ophezulu.

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:28-41