Umsebenzi Wabathunywa 9:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ibandla kulo lonke elakwaJuda naseGalili naseSamariya lazola, kungekho ntshutshiso. Laba nenkqubela, lakhula nangamanani, limhlonela uThixo, likhuthazwa nguMoya oyiNgcwele.

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:23-40