Umsebenzi Wabathunywa 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Endleleni yakhe eya eDamasko, xa asondelayo apho edolophini, ngequbuliso wabona ukukhanya esibhakabhakeni, okwasuka kwambanekela ngeenxa zonke.

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:1-10