Umsebenzi Wabathunywa 9:26 Ibhayibhile (XHO96)

USawule waya eJerusalem, wazama ukuzibandakanya nabalandeli bakaYesu. Kodwa bonke babemoyika, bengakholwa ukuba naye ungumlandeli kaYesu.

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:18-32