Umsebenzi Wabathunywa 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ke uHananiya, wangena endlwini leyo ebeyixelelwe, wambeka izandla uSawule, esithi: “Sawule, mfondini, iNkosi indithumile, uYesu ngokwakhe, lo umbonileyo endleleni, xa ubusiza apha. Indithumele ukuze wena uphinde ufumane ukubona, uzaliswe nanguMoya oyiNgcwele.”

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:14-25