Umsebenzi Wabathunywa 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

EDamasko apho kwakukho umlandeli kaYesu ogama linguHananiya. INkosi yathetha naye embonweni, yambiza yathi: “Hananiya!”Yena wasabela wathi: “Ndilapha, Nkosi.”

Umsebenzi Wabathunywa 9

Umsebenzi Wabathunywa 9:6-13