Umsebenzi Wabathunywa 8:37 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula wathi uFilipu: “Ungábhaptizwa ukuba uyakholwa ngentliziyo yakho yonke.” Lathi ke lona: “Ndiyakholwa ukuba uYesu Krestu nguNyana kaThixo.”]

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:32-40