Umsebenzi Wabathunywa 8:34 Ibhayibhile (XHO96)

Unondyebo wabuza kuFilipu wathi: “Khawundixelele, uthetha ngabani apha umshumayeli? Ngaba uthetha yena siqu, okanye uthetha ngomnye umntu?”

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:26-36