Umsebenzi Wabathunywa 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangelo lixa uSawule yena wazama ukulitshabalalisa ibandla, engena kwiminyango ngeminyango, ebarhuqa abakholwayo, amadoda kwanabafazi, ebavalela entolongweni.

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:1-8