Umsebenzi Wabathunywa 8:1 Ibhayibhile (XHO96)

Naye uSawule wabuthakazelela obu bugebenga.Kwangaloo mhla kwaqaleka intshutshiso enkulu ebandleni laseJerusalem. Ngaphandle *kwabathunywa, basarhazeka bonke abakholwayo, kuwo onke amaphondo elakwaJuda naseSamariya.

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:1-9