Umsebenzi Wabathunywa 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wathetha ngolu hlobo kuye: ‘Isizukulwana sakho siya kufuduka, siye kuhlala elizweni lasemzini, apho siya kuba ngamakhoboka, sibandezeleke iminyaka engamakhulu amane.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:1-9