Umsebenzi Wabathunywa 7:52 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwuphi umshumayeli abangamtshutshisanga ooyihlo? Bazibulala izigidimi zikaThixo, ezathi kwangaphambili zakuvakalisa ukuza kwalowo uliLungisa. Kungokunje nimngcatshile namgebenga.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:51-59