Umsebenzi Wabathunywa 7:42 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yaloo nto uThixo wabafulathela, wabayeka ukuba banqule iinkwenkwezi zezulu, njengoko kubhaliweyo encwadini *yabashumayeli kwathiwa:“ ‘MaSirayeli, yayingendim enanimxhelela,nimenzela amadini,iminyaka emashumi mane entlango.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:35-51