Umsebenzi Wabathunywa 7:4 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke ngoko wawushiya umhlaba wamaKaledi, waya kuhlala eHaran. Emveni kokufa kukayise, uThixo wathi uAbraham makafudukele kweli lizwe nikulo nani ngoku.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:3-9