Umsebenzi Wabathunywa 7:35 Ibhayibhile (XHO96)

“Lo ngulaa Mosis ambukulayo amaSirayeli esithi: ‘Ngubani okwenze induna nomgwebi phezu kwethu?’ Kanti ke lo Mosis unguyena mntu uThixo amthume ukuba abe ngumlawuli nomsindisi, esebenzisa isithunywa sezulu eso uMosis wasibona etyholweni elivuthayo.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:25-42