Umsebenzi Wabathunywa 7:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenye imini wagagana namaSirayeli amabini esilwa, waza wazama ukuwohlula, esithi kuwo: ‘Khangelani, madoda, niyazalana; kungani ukuba nilwe ke?’

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:18-33