Umsebenzi Wabathunywa 6:9 Ibhayibhile (XHO96)

Aza amadoda athile amchasa. Wona ayedla ngokuhlangana *endlwini yesikhungo ekuthiwa yeyamakhoboka akhululekileyo. AyengamaJuda avela eKirene naseAlesandriya. Wona namaJuda aseKiliki nawaseAsiya axambulisana noStefano.

Umsebenzi Wabathunywa 6

Umsebenzi Wabathunywa 6:4-10