Umsebenzi Wabathunywa 6:7 Ibhayibhile (XHO96)

Laya lisanda ke ilizwi likaThixo, laza ke nenani labalandeli bakaYesu lakhula kakhulu eJerusalem, kwabakho neqela lababingeleli elazinikelayo eNkosini.

Umsebenzi Wabathunywa 6

Umsebenzi Wabathunywa 6:2-15