Umsebenzi Wabathunywa 5:40 Ibhayibhile (XHO96)

Baza ke bababiza abathunywa, babayala ukuba bangaze baphinde bathethe ngegama likaYesu. Emva koko ke bakatswa abathunywa, baza bakhululwa.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:31-41