Umsebenzi Wabathunywa 5:34 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa omnye wabo, *owayengumFarasi ogama linguGamaliyeli, owayengumchazi-mthetho ohloniphekileyo kubantu bonke, waphakama wayalela ukuba abathunywa khe bakhutshelwe phandle.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:24-41