Umsebenzi Wabathunywa 5:26 Ibhayibhile (XHO96)

Yasuka ke intloko yabalindi yahamba nabaphantsi kwayo, babaphuthuma abathunywa. Babaphatha kakuhle abathunywa, kuba besoyika hleze baxulutywe ngamatye ngabantu.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:25-32