Umsebenzi Wabathunywa 5:21 Ibhayibhile (XHO96)

Bevile ke abathunywa, bathi kwasekuseni bangena endlwini kaThixo, bafundisa.Umbingeleli omkhulu nabalingane bakhe nabo bonke abadala bamaJuda, babiza intlanganiso epheleleyo *yeBhunga, baza bathumela entolongweni ukuba abathunywa beziswe phambi kwabo.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:12-29