Umsebenzi Wabathunywa 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko nangoko uSafira wawa ezinyaweni zakhe, wafa. Bangena abafana, bambona ukuba ufile, bamthatha baya kumngcwaba ecaleni komyeni wakhe.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:6-11