Umsebenzi Wabathunywa 4:32 Ibhayibhile (XHO96)

Ewonke amakholwa ayevana entliziyo-nye. Akukho bani wayekubanga oko anako, kuba babesabelana ngezinto zonke abanazo.

Umsebenzi Wabathunywa 4

Umsebenzi Wabathunywa 4:23-34