Umsebenzi Wabathunywa 4:25 Ibhayibhile (XHO96)

uDavide, isicaka sakho, ukhokho wethu, eqhutywa nguMoya oyiNgcwele wathi:“ ‘Kungani na iintlanga zisenza imbudumbudu nje?Kungani na ukuba abantu benze amayelenqe azé nje?

Umsebenzi Wabathunywa 4

Umsebenzi Wabathunywa 4:20-31