Umsebenzi Wabathunywa 4:21 Ibhayibhile (XHO96)

IBhunga labatyityimbisela umnwe, laza labakhulula. Alibanga nakroba lakubohlwaya, ngenxa yokoyika abantu, kuba babedumisa uThixo ngesi senzo.

Umsebenzi Wabathunywa 4

Umsebenzi Wabathunywa 4:13-28