Umsebenzi Wabathunywa 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

nina ninamaSirayeli ewonke yazini le nto ke: Lo mntu umi apha phambi kwenu ephile qete, uphile ngenxa yegunya legama likaYesu Krestu waseNazarete. Lowo nina nambethelela emnqamlezweni; wamvusa ke yena uThixo.

Umsebenzi Wabathunywa 4

Umsebenzi Wabathunywa 4:3-15