Umsebenzi Wabathunywa 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uPetros: “Imali andinayo, kodwa ndiza kukunika into endinayo – egameni likaYesu Krestu waseNazarete, ndithi kuwe: ‘Phakama, uhambe.’ ”

Umsebenzi Wabathunywa 3

Umsebenzi Wabathunywa 3:5-8