Umsebenzi Wabathunywa 3:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uMosis wathi: ‘INkosi uThixo wenu iya kunithumela umshumayeli ophuma kwalapha kumawenu njengam. Maze nimphulaphule kuyo yonke into anixelela yona.

Umsebenzi Wabathunywa 3

Umsebenzi Wabathunywa 3:17-26