Umsebenzi Wabathunywa 28:8 Ibhayibhile (XHO96)

Uyise kaPubliyo wayelele enomkhuhlane nesisu segazi. Waza uPawulos waya kuye, wamthandazela, wambeka izandla, waphila.

Umsebenzi Wabathunywa 28

Umsebenzi Wabathunywa 28:2-11